A
 bantwana abaninzi basezidolophini nasemaphandleni eMzantsi Afrika babonakala bephilile - kodwa, ngokwengxelo yabaphandi bamaziko emfundo ephakamileyo, abazifumani ezona zidio zinesondlo ngoko ke abondlekanga.
lmpilo yomntwana ixhomekeke kwinto ayitya yonkimihla. Ukuba uya kukhula kakuhle kusini na kuxhomekeke ekutyeni akutyayo. Ukuba umntwana akondlekanga, uza kuba neengxaki ezininzi angqhubi kakuhle esikolweni.
Enyanisweni, ingqondo ayikhuli kakuhle xa umntwana engakufumani ukutya okunesondlo kwiminyaka yakhe
yokuqala emithathu. Ngapha koko, abantwana abaninzi bahlala begula bebuthathaka kuba abazange bakufumana ukutya okwaneleyo.
Umntwana ongondlekanga unokukufumana ukutya okwaneleyo okumnika amandla neeproteni, kodwa kube kungenazo iivithamini neeminerali ezifunekayo ukuze akhule kakuhle. Ngamanye amaxesha oku akubangelwa yintswelo, koko kukungakwazi ukukhetha ukutya okunesondlo okanye ukungatyi ngamanye amaxesha.
Khumbula, ngenxa yokuba isisu somntwana sisincinane ukuba akatyanga ngexesha elithile akazukubuyisela eso sidlo ngokutya
kakhulu kwesilandelayo. Abantwana abangazifumani ngokwaneleyo izondlo ezingundoqo abakhuli kakuhle, bahlala begula, bengenamandla, bengayinanzi nento abayifundiswa esikolweni.
Ziininzi iintlobo-ntlobo zeevithamin neemineral. Noxa umzimba uzifuna kancinane ngalunye lunomsebenzi obalulekileyo onceda umzimba usebenze kakuhle, ngoko ke zibalulekile empilweni.


Ukutya okufwiwa ngumntwana wakho
lsisu somntwana sincinane kwaye ukuba utya kanye okanye kabini ngosuku, akazukufumana kutya
umiimi nosiini
Iiqulunqwe nguPAIMROSE WILLIAMS




Ukutyci Okungenasondlc
Asibobungakanan! bokutya nje kuphela obukhulisa umntwana wakho kakuhle -koko ziintlobo-ntlobo zokutya okusemgangathweni, kungenjalo iyakuba nkenenkene impilo yakhe
124 BONA XHOSA- February 2000
kwanele ukumnika amandla nezakhamzimba ezaneleyo. Umntwana kufuneka etye kathathu ngemini, afumane namashwam-shwamana kabini.
Xa bengatyi ngawo onke amaxesha afanele, abantwana bathanda ukutya izimuncumuncu imini yonke baze bangabisatya ngexesha lokutya. Ukutya okutyiwa ngumntwana ngamnye akulingani, kodwa imenu planner yethu iza kubaluncedo.
Ukuba umntwana uyazityela, qiniseka ukuba utya ngokwaneleyo. Oomama abasebenzayo mabaqiniseke ukuba abantwana babo batyiswa ngendlela xa bengekho.
Qinisekisa rhoqo ukuba usapho luyasifumana isidfo sakusasa ukuze
 lubenamandla. Abantwana abasityayo isidfo sakusasa baqhuba kakuhle esikofweni kuba babanako ukuyigqala into abayifundiswayo.
Ukuba umama uvuka kakhulu ukuya emsebenzini angabinalo ixesha lokwenza isidlo sakusasa, icereal esele ilungele ukutyiwa kunye nesiqhamo yeyona ndlela ikhawulezileyo yokutya.
Kulula ukuyilungisa, kuba ayifuni kuphekwa, itsho kubelula nasebantwaneni ukuba bazenzele isidlo sakusasa, okanye isandwich yesonka esimdaka eyenziwe ngobusuku bangaphambili ingatyelwa ebhasini, okanye esikolweni.
Abantwana kufuneka bakhuthazwe
baphathumphako esikolweni (ongenziwa ebusuku), kunokuba baphathe imali abayichitha ngokuthenga izimuncumuncu ezinjengeechips, iziselo ezibandayo, iipopcorns, iilekese, isonka esimhlophe ne-achar, ezingenazakhamzimba zaneleyo. Ezi zinto zibiza kakhufu kunokutya okwakha umzimba nengqondo. lsidlo sasernini esinesondlo siza kumondla simnike amandla okusebenza azinzise ingqondo emsebenzini wakhe ematanga.
Kubalulekile, nokufurnana inkxaso yeetitshala neenqununu ukuba kungathengiswa zimuncu-muncu kwiivenkile zasesikolweni. Makuthengiswe ukutya okunesondlo okunjenjesuphu, ubisi, iziqhamo, amandongomane neesendwitshi zosonka esimdaka.

 Umntwina owondlekileyo uyaphumeleki
Umntwana ongondlekanga ukhawuleza adinwe - abamancinane amandla okuba abaleke edlala nabanye nawokukhuphisana nabd kwezemidlalo. Eklasini ubanobunzima bokuqwalasela nokuqonda izinto ezifundiswayo kwaye uthatha kade.
Ukuba umntwana wakho akasityi isidlo sakusasa, ingqondo yakhe ayinakuzigcina izinto azifundiswayo,
ayizinzi kuzo ade abengathi akaziphutaphuli iititshala. Amaxesha amaninzi kuthiwe umathile okanye sisidenge okanye usile. Umntwana owondfekileyo ukulungele ukufunda. Abantwana abondlekileyo bahlala benamandla bedloba, bezithembile benako nokufunda ngenyameko.
Ungaqinisekisa ukuba umntwana wakho utya kakuhle kusini na ngokuzibuza le mibuzo ilandelayo:
lngaba ukhula kancinci?
fngaba uqhuba kakubi esikolweni? lngaba uhlala ediniwe ecaphuka
lula?
lngaba ugula rhoqo?
Ugqirha, umongikazi okanye idietitian ingakunceda ikujongele kwichart yokukhula komntwana. Ukuba impendulo ngu-ewe kule mibuzo ingentla okanye awuqinisekanga ukuba ukutya kwakhe kwanele, sebenzisa isikhokhelo sethu sokutya ukuze uthenge okunesondlo.
Umntwana ongondlekanga akaziphumeleli iimviwo, agqibele esiyekile i.sikolo. Uba nobunzima ukufumana umsebenzi kuba akafundanga, kwaye ukungasebenzi kumzisela iingxaki ezininzi, eziquka nolwaphulo-mthetho. Ukutya okulungileyo, noxa kungenakumenza abekrelkrele umntwana wakho -kodwa komnceda ayisebenzise ngendlela eyiyo kwizifundo zakhe loo ngqondo ayiphiweyo.
OLWESI-3 
(xa ufuna) lsiqhamo (i-orenji)
Isonka esimdaka esinepeanut buiter
Iroli emduka enepilchard lsiqhumo okanye ifruit
iuice
lmiqhathane yengqolowa ltshizi
lfruit iuice efresh
lsonka esimdaka neqanda elibilisiweyo lfruit juice efresh okanye isiqhamo
lsonka esimdaka Amasi lsiqhamo lfruit juice efreshi
lsonka esimdaka esinetshizi,itumata,ileituc e necucumber
Isonka esimdaka natnasi lsiqhamo
lsonka esimdaka esinepeanut butter nejem lsiqhamo
Iroli yengqolowa nenyama yenkukhu, ileituce neturnato
lmiqhathane yengqolowo lyogothi
lsiqhamo
lglosi yobisi
lsiqhamo
lpapa enecurry yenyuma yenkukhu
Ispinotshi nethango
lyogathi
lglasi yobisi
lsiqhamo
Ukuty(1 okunesondlo okulwigele abafundi
USUKU LOKU-1
lcereal enobisi neswekile
(xo ufuna)
Isiqhamo (ibanona)
OLWESI-2
Icereal enobisi neswekile
(xa ufuna)
lsiqhamo (i-apile)
OLWESI-4
lcereal enobisi neswekile - lcereal enobisi neswekile lcereal enobisi neswekile
OLWESI-5
(xa uihandu) lsiqhamo (inarityi)
(xa uthanda) lsiqhamo (ipere)
lsityu senyama yenkomo
nerayisi lmifuno
ngoncedo IwakwaKellogs Nutrition Services
BONA XHOSA- February 2000 125
lmeolie rice nemince neernhotyi eziluhlaza
lgemsquush
Urnngqusho nesityu sebutter beans Iminqathe neephizi
lsonka esimdaka esinepilchard lsaladi yelettuce, itumata necucumber
Ukutya okunesondlo
Kunempilo kanti akubizi kakhulu ukutya okunesoridlo okuneevithamini
ezifunekayo
neeminerali.
Ukutya okuneevithamini neeminerali koku:
amasi
ubisi
itshizi iyogathi isonka sengqolowa icereal
iitapile
iichick peas isoya beans iilegumes
isibindi
amaqanda
inyama yenkomo
isibindi senkukhu amandongomane
ipilchards ezikwi-tomato sauce isardines inyama yenkukhu
iibhanana ii-orenji ii-apile
imifuno eluhtaza iBrussel sprouts ikhaphetshu
ispinatshi
ibroccoli iitumata
iminqathe
ibhatata ithanga
Ukutyi Okungenasondlo
lintlobo ezintathu zokutya okubalulekileyo
Ukuze baplieke ukutya okurtesondlo oomama kufuneka bakbethe
ukutya kuhe kuaye kwezi ntlobo kwisidlo ngashiye. Ngaphantsi
ap1ia luluhlu lokutya kuhlobo ngalunye ofanele ukhethe kulo.


Ukutya okunika amandla
Oicwabantwana abomelejeyo nabadlamkileyo lcarbohydrates zezona zinika amandla umzekelo yicereal, iroyisi, iitapile, umngqusho, imielie rice, isonka esimdaku, umili-mili, amafutha nee-oyile.
Amufuthu akwanika amondlo - kodw khumbulu ukuba amuninzi akahulungelanga abantwana.
Musa ukuwabaxu ainafutha, imojarini, nokutya okuqhotsiweyo.


Ukutya okunezakhamzimba Kukhulisu kuhlumise iiseli zomzimba
Khetha kubisi, amasi,iyogathi, ipeanut butier, iishizi, iileniili, inynma, intlcinzi, inyama yenkukhu, amuqanda neembotyi ezinjengebutter beans nesugnr beans.


Ukutya okunezikhuseli Kunezondlo ezinjengevithamin neeminerali ezikhusela umzimba kwizifo ezinjengoinkhuhlane nemfuxane.
onke iziqhnmo nemifuno zineevithamin neemineral. Okunye ukutya okunjenge.cereals, isanka nemajarini kunganeeviihamin neemineral. 
ngoncedo lwakwakellogs N utrition Services
ltheko leknorrox
Sports Stcir
Year Award
U
 DAVID Lucky Miya ungumdlali okwaziyo ukumilisel ingqondo yaye ingomso lakhe kwezemidlalo likhangeteka liqaqambile. UDavid uzimisele ukuba yimbaleki ephambili ehlabathini njengoHendrik Ramaala noGert Thuys abaziintandane zakhe.
UDavid oneminyaka elishumi nesibhozo uzimisete ukungenela iiOlympics Games neeCommonwealth Games kwixesha elizayo - nto Ieyo ibisotoko ingumnqweno wakhe ukususela esemncinane. Ukuba unokutanclela imotto yesikoio sakhe iShakhane Senior Secondary School ethi Shakha Shall Shine -ngokuqinisekileyo uya kunqandwa
1.	Abaxhenisi beDikwena tsa thabantshwana besonwabisa iindwendwe kweti theko.


2.	UDavid Miya (ephethe iindebe
zakhe) unikwa itshekhi ye-R1O
000 ngukumar Deonarain
weknorr Division eThekwini.



3.	UDavid Miya ekunye nenqununu yesikolo sakhe eneqhayiya, uSolomon Molefe.


ziinkwenkwezi ekubatekeni. Ewongwa ngempumetelo yakhe
uDavid ekubatekeni uthiwe jize ngetshekhi ye-R1 0 000 kwitheko lonikezelo-bhaso ebeliseQwaQwa eFreyistata. Ngaphandle kwaloo mali uphinde wazizuzeta izinto zokudlala kunye nesikolo sakhe, kunye nesixa seepakethi zeknorrox Tasty Soya Mince.
Andikhange ndenze ngamlingo -ndiphumelele kuba bendizimisele, Kutuneka uziphathe kakuhle ukuze uphumelele, ungenzi izinto ezingalunganga njengokusela utywala nokutshaya icuba, utshilo uDavid.
Ukuze azigcine esempilweni yaye omelele, utya iziqhamo nemifuno. Andikutyi ukutya okunamafutha kuba kungaba yingozi xa ndibaleka kushushu, kukwenza udinwe yaye ungakwazi ukumilisel ingqondo, utsho uDavid obalekela iSouth African Police Services Athletic CJub yaseBethjehem.
Uzimisele ukusebenzisa le mali ekuqhukeni nezitundo zakhe. Ukuba yonke into ihambe ngokwezicwangciso zikaDavid, uthi iizimisele ukwenza izifundo zecivil engineenng.
UDavid wazaletwa eSiloam Farm
ngasewarden eFreyistata. Abazali bakhe bafudukela eQwaQwa ngo1 988. Waqata ukuthanda ukubaleka xa wayeneminyaka eli-15 yaye ngelo xesha wayezibalekeia yedwa. Uqale ukuzibonakalisa ekubalekeni ngo1 997 ngokuphumelela ijunior Ndaba l5km Race ePitoli.
Ukususela ngoko uDavid ungenele ugqatso oluninzi oluquka iLittle Switzerland 1 5km Race, iHarrismith 15km Race neNike 2lkm Race yaye sele ezuze iimbasa zegoiide ezili-17, ezili-17 zesilvere, ezintandathu zebronze, izatifiketi ezihlanu neendebe ezintathu.
Ezinye izinto eziphunyezwe nguDavid kukukhethelwa ukuba amele iEastern Free State Region kane kugqatso lweembaleki zaseMzantsi Atrika. Ngo-1 998 wakhethwa njengeBest Junior Athlete ot the Year e-Eastern Free State ukanti waphuma kwindawo yesibini kwiSports Culture and Arts Category kwi-1 999 Free State Premier Youth Award.
Ezona zinto zimkhathazayo uDavid kukwanda kolwaphulo-mthetho nesifo seAIDS kweli lizwe. Kodwa ukwanethemba Jokuba xa sisebenzisana ekulweni nolwaphulo-mthetho siza kuluphelisa, sithothise nokwanda kwesifo seAlDS.
URuben Setepe ongumququzeleli wezemidlalo eShakhane Senior Secondary School, uthethe wenjenje ngalo mfundi wakhe: Nangona engumntu oneentloni uDavid, uyazibalula kwezemidlalo nasezifundweni zakhe. Ungumzekelo omhte kwabanye abafundi besikolo sethu. Yiloo nto ndicebisa abanye abafundi ukuba balandele ekhondweni lakhe. Baninzi abafundi abaneziphiwo esikolweni sethu. Qha nje batuna ukuboniswa indlela. 
of the
Ogqwesileyo kwi-1999 Knorrox & BONA Tomorrows Sports Star of the ear, uDavid Lucky Miya, kutshanje
uthiwe jize ngetshekhi ye-R1O 000 kwitheko ebelenzelwe eQwaQwa eFreyistata
UTHEMBA NTSHINGILA ubelapho
BONA XHOSA - February 2000 133
